Ami Faku – Ebhayi Lyrics

0
Naijahotstars Lyrics
Naijahotstars Lyrics

Ami Faku – Ebhayi Lyrics

Naijahotstars Lyrics

Sohlangana eBhayi so…

Amehlo abomvu
Kudinekile
Nabatshana bam ndibanqabile
Bandifun’imali bo
Bathi ndivel’eGoli
Ndikhwele etaxin ndimva esithi
Bengaphum’eTV’n lo
Uthi makuthini?

Pre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
Ngamandl’okuqhubeka
Atleast yazi kufudemele ekhaya

Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi

Ndamkelekile ekhaya xa ben’bona
Bathi molo, unjani?
Ndiright akhonto

Pre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
Ngamandl’okuqhubeka
Atleast yazi kufudemele ekhaya

Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi

Eyi thina thina
Thina thina
Siya-zalana mama
Zum-pepepepe
Eyi thina thina
Thina thina
Siya-zalana mama
Zum-pepepepe

CHECK THIS OUT  Teni – Power Rangers Lyrics

Hayi iyeeh!
Ndihambile!
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeeh (hayi iye)
Ndihambile!(ndihambile)
Sohlangana eBhayi (hayi iye)
Sobonana eBhayi (hayi)

Naijahotstars Lyrics

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here